UVusi noSinazo - Xhosa
--:--
UVusi wayeyithanda kakhulu inja yakhe egama linguDomino. UDomino wayemhlophe enamabala amathathu amnyama emqolo. Udade boVusi omncinane uSinazo, yena wayethanda ikati yakhe, uFluffy.