Solid Gold Podcasts #BeHeard Epokothweni with Babalwa Nonkenge

Epokothweni with Babalwa Nonkenge

Accessible conversations about financial stewardship in IsiXhosa.

Sincokola ngokuphathwa kakuhle kwemali ngendlela efikelelekayo ngolwimi lwesixhosa.

Accessible conversations, co-creation and learning personal financial stewardship in Isixhosa
Occasionally Xhosa South Africa Business · Investing
75 Episodes
32 – 52

Isiqendu 38 | uSep-THEMBA

Sincokola nge spring clean sepokotho yakho njengoko niye nasivotela esisihloko kumacwecwe ethu onxibelelwano In this Spring season special episode, we talk about financial spring cleaning as voted by our listeners via our social media pages
3 Sep 2022 11 min

Isiqendu 36 | Umthetho nepokotho xa uliqabane okanye utshatile

Incoko kunye no Tina Hokwana oligqwetha nomfundisi kwezomthetho malunga neendlela umthetho ochaphazela iindlela zobuqabane. Today's conversation with Tina Hokwana, an admitted attorney and academic in legal studies about some of the ways in which law features in different types of romantic relationships.
16 Aug 2022 38 min

Isiqendu 35 | eMandulo - incoko no Onezwa Mbola

Incoko yethu namhlanje imalunga neshishini lase Dwesa ku Gatyana elisandula ukusungulwa ngo Onezwa Mbola In today's conversation we chat to entrepreneur Onezwa Mbola about an innovative new business that she recently started from her rural home of Dwesa in Willowvale in the Eastern Cape
3 Aug 2022 32 min

Isiqendu 34 | Incoko nge RSA Retail Savings Bonds

Siphendula umbuzo ohlala ubuzwa rhoqo wokuba "yeyiphi indawo eright yoku investa?". iRSA Retail Savings Bonds yindlela yokutyala imali eyenzelwe ukukhuthaza abemi beli lomzantsi Afrika ukuba bonge. Uyakwazi ukuziyela ngqo uzityalele imali yakho ne National Treasury.
28 Jul 2022 13 min

Isiqendu 031 | Siphendula umbuzo nge life insurance

Sisiqendu sokuqala sika Season 3 - siphendula imibuzo yakho sihlobo. Nawe ungathumela iVN ku Facebook, Instagram, Twitter or Whatsapp 072 650 7641 uwubuze umbuzo wakho ngendlela esikhokhelayo ukuze siphendule kanye emgceni wesihloko eso.
20 May 2022 13 min

Episode 030 | Answering your questions: education funds

Friends, we're doing things slightly differently on this episode and sharing with you a conversation on education funds. Please take note of the phrases: risk products and savings and investment products. Zihlobo, sitshintsha ikhasi. Siphendula umbuzo womnye wezihlobo zethu omalunga nokugcinela abantwana imali yokubafundisa. Kukho iindidi ezihlukileyo ke ekuthiwa zi…
20 Apr 2022 36 min

Isiqendu 029 | Lungiselela umhlala-phantsi part 3

Siqukumbela incoko emalunga nokulungiselela umhlala-phantsi kunye no Mnu Sanele Nyoka. In this episode we conclude the discussion on retirement funding investments with Mr Sanele Nyoka.
13 Apr 2022 1 hr 07 min

Isiqendu 028 | Lungiselela umhlala-phantsi part 2

Iyaqhubeka incoko yethu kwisihloko sokulungiselela umhlala-phantsi kunye no Mr Sanele Nyoka. We continue the conversation on preparing for retirement with subject matter expert Mr Sanele Nyoka.
6 Apr 2022 53 min

Isiqendu 027 | Lungiselela umhlala-phantsi part 1

Yincoko yokuqala kwi mini series yethu ngesihloko sokulungiselela umhlala phantsi kunye no Mnumzana Sanele Nyoka. This is a first episode in a mini series we are running on retirement funding investments with Mr Sanele Nyoka.
30 Mar 2022 43 min

Isiqendu 025 | Incoko ngendleko zempilo kunye no Dr Lungi Nyathi

Sincokola kunye no Dr Lungi Nyathi malunga nendlela zokukhawulelana nendleko zempilo ezifana ne medical aid, health insurance kunye ne hospital cover. In today's discussion we chat to Dr Lungi Nyathi about how to cover healthcare costs using products such as medical aid, health insurance or hospital cover.
16 Mar 2022 36 min
32 – 52