Mrs Thenjiwe Nonimba – Siyaphambili Disabled Community Ndimba

I-Siyaphambili Disabled Community Projects ibambisene no ward 59 eMotherwell eBhayi izakube ibambe ugqatso lwabantu abaphila nokukhubazeka ngomhla 29 November 2019 noluzakube luzinyaswe nazizikolo.
Bazakube bencediswa lisebe lezemidlalo empumakoloni libambisene nomaspala uLove Life kwakunye nenkonzo yesipolisa kumabala ase NU2 eMotherwell