Mr King Khosi Ngcoza- Boxing Manager

uKing Khosi utyikitye isivumelwano nembethi manqindi yalapha eBhayi, intshatsheli kwi Junior Flyweight uNozwelethu Matontsi kwisivumelwano sonyaka.
uMatontsi ukwatyikitye isivumelwano noElias Tshabalala we-Fantastic 2 Promotiions esebenzisana nembethimanqindi kaNgcoza uBukiwe Nonina.
uNozwelethu ugqibele ukulwa ngenyanga ka December eGcuwa nalapho woyiswa khona ngu Simangele Hadebe ngamanqaku kumlo owawuququzelelwa yi Supreme Boxing Promotions.