13 Jul UBUHLE BE AFRICA

RADIO7441FM  |  UBUHLE BE AFRIKA
Inqgqubo equkethe izithethe amasiko, inkcubeko yerthu nwmvelaphi yethu, iziduko nobubaluleka kwazo kuthi bantu bantsundu base Africa.
Umxholo wethu namalilanje,
Uthetha ‘’NgobuThomba kwethombazana’’
Ingaba kubaluleke nganto kuthi thina bantu base Goqweni okanye base Tyhini
Lisiko lidala linenkqayi lalifudula lisenziwa phaya ngookhokho bethu ukwenzela intsikelelo nokondlala indlela eya empumelelweni kulowo uthombileyo xa eneminyaka elishumi elinesibhozo nokunxibelelana nezinyanya zabokwabo, akhuseleke kwizinto zomhlaba kuhlambeke.
Loading player...