Interview - Anam Manyati no Ludwe Mgolombane

Estudio namhlanje uhleli no Anam Manyati no Ludwe Mgolombane, ngabemi bephondo le Mpuma Koloni basixelela ngendlela nempumelelo yabo kuphiswano elaziwa njenge IMEXSA (Independent Music Exporters South Africa). Bacela uncedo bancediswe kutyelelo lwabo kulamazwe alandelayo Atlanta, Spain, France nase New York.