Subscribe to this channel

You can subscribe to new audio episodes published on this channel. You can follow updates using the channel's RSS feed, or via other audio platforms you may already be using.

RSS Feed

You can use any RSS feed reader to follow updates, even your browser. We recommend using an application dedicated to listening podcasts for the best experience. iOS users can look at Overcast or Castro. Pocket Casts is also very popular and has both iOS and Android versions. Add the above link to the application to follow this podcast channel.

Signup to iono.fm

Sign up for a free iono.fm user account to start building your playlist of podcast channels. You'll be able to build a personalised RSS feed you can follow or listen with our web player.
13
JUL

UBUHLE BE AFRICA

Inqgqubo equkethe izithethe amasiko, inkcubeko yerthu nwmvelaphi yethu, iziduko nobubaluleka kwazo kuthi bantu bantsundu base Africa.
Umxholo wethu namalilanje,
Uthetha ‘’NgobuThomba kwethombazana’’
Ingaba kubaluleke nganto kuthi thina bantu base Goqweni okanye base Tyhini
Lisiko lidala linenkqayi lalifudula lisenziwa phaya ngookhokho bethu ukwenzela intsikelelo nokondlala indlela eya empumelelweni kulowo uthombileyo xa eneminyaka elishumi elinesibhozo nokunxibelelana nezinyanya zabokwabo, akhuseleke kwizinto zomhlaba kuhlambeke.
UBUHLE BE AFRICA (UKUTHOMBA KWENTOMBAZANA
10
JUL

UBUHLE BE-AFRICA

Ityala lamawele
ilewele ngumntu apha onobungqondi nobugqi, ubulumko ukwalilo netola lokubona izinto ezizakwenzeka. Yiyo lento apha esintwini nakumasiko wethu nasekwenzekeni izinto libabulekile iwele. Nanxa eszelwe amawele kubakho ingxoxo mpikiswano. yiyo lonto kuye kufumaniseke elithi lavela kuqala lenziwe isiko lengqithi, ukwahlula esisibini. zimpawu zokulazi elivele kuqala kwelinye. kodwa phaya mandulo kwakufudulwa kuguzulwa elinye ukwenzela kungabikho ngxoxo-mpikiswano.
28
MAR

ubuhle be afrika

a show that is talking about afrika in general and its culture, this show covers land, and the humanity as africans

8 episodes